Ithambisa
ukutshotshozela kwezigxala
isithambiso
izandla ezirhabaxa
esipholisa
amanxeba nemikrwelo
esithoba
imisipha ediniweyo
ncinda
maxa wambi
endikufunayo
ngumoya endiwuphefumlayo
we 
imini yonke
ukulunga kwendalo
impilo namandla
uyakwazi okukulungeleyo
sela
iti yempilo yendalo
wamkelekile
kwizandi zekhaya elitsha
ufuna isitshixo
sendlu entsha
biza 
inekezela ngezitshixo
zendlu ezitsha
kwiindawo eziphangaleleyo
kwingingqi
yeBhayi naseMdantsane
 ifomu zokungenela`
zikwindawo
ezithengisa 
yi
uwedwa ngoku
akuthetheki
uza kukhabela ngaphi
uthanda icala langasekunene
uyayazi into yokuba
nawe uyayicinga loo nto
yima ke
phola
mqwalasele kakuhle
ithuba onalo
sisiphumo sokuzithemba
noxa kunjani na
ngumama owenze
le 
mus' ukusa
yi yenyam'enkomo
yoqobo
endiyaziyo
kukuba yenziwe nguye
yenziwe ngumakhulu
uyaphosisa yekamama
akunjalo
mantombazana
niphosisene nobabini
yi yenyama yenkomo
ye
thula sana lwam
yintoni le
indehlela emntwaneni wam
masikhawuleze
simse kwaGqirha
andazi
udliwa yintoni
 khawuvule iifestile 
afumane umoya
kuza kulunga
ntombi katata
gqirha nceda
wenzeke ntoni
andazi gqirha
etshisa
ingathi ngumlilo
owu nkosiyam
Kulungile mzise apha
yithi ndikuxilonge
makasele
le 
iyeza elimbala oluhlaza
yintshatsheli
isebenza ngephanyazo
ukudambisa iintlungu
ndingu 
ndiyintshatheli
kodwa andizilibalanga
njengokonwaba
nezihlobo nezizalwana
intsika nobomi
be
umdlali bhanya-bhanya
wase

uthembele kulusu lwakhe
njengoninzi
lwabadlali bhanya-bhanya
bamazwe ngamazwe
ufumene 
iyeyona ilungele ulusu lwakhe
entsha
ene 
yenzelwe
ulusu oluchininikayo
iyalucocisisa ulusu lwakhe
ilenze luhle
ilushiye luthambile
khetha 
eyenzelwe wena
yizanikwa 
nize kubona
imimangaliso
 yePasika 
yakwa 
senze uluhlu okuphambili
 lwempahla zefashoni 
ngamaxabiso azizisulu
 iihempe, iijezi 
nokuninzi
imibala etsal'iliso
yaye zenzelwe
usapho lonke
yiza kwa
ndandixhwalekile
ngokwasempilweni
ndinamabala angasukiyo
kunzima
ndibethwe ngumoya
neqabane lam
wafumanisa 
 inefomula 
esebenza ndlela-mbini
ukususa amabala
yaye umbala wayo
wafihla nezibhaxu
ngelixa inyangayo
ikwenza ukubeke ngakumbi
kwaye uzithembe

xa simsulwa
sesoqobo
ebandayo
 ibhotolo eqinileyo 
ubisi 
ufuna 
esebenzayo
yakho 
okanye ye
ifuna ukulungiswa
yise kwa 
iingcali kwingesi 
yakho ilungiswa
ngokukhawuleza
nangexabiso eliphantsi
udiniwe udakumbile
lilo ixesha lokukhululeka
uzicoce
ngesepha 
ihlukile
ikucoca ngenene
 vumel'isepha ibreeze 
ikucoce
iwuhlaziye
